Iwikipedia - Wikipedia
Jump to content
Livela
I-Wikipedia
[./File:Loudspeaker.png
pronunciation
info
help
) yi-intanethi yomsebenzi wengqokolela yamagama kwiilwimi ezininzi.  Isetenziswa simahla: abantu abayisebenzisayo ababhatali. Kananjalo,
''ivuleleke kuwonke-wonke''
. Oko kuthetha okokuba nabani na angayikopa, kwaye ingalungiswa nangubani na (umntu angabhala kuyo). Kodwa, kukho imigaqo emayilandelwe xa kukotshwa okanye xa kulungiswa.
I-Wikipedia yeyombutho waseMelika, sisiseko seW
ikimedia
, esise
San Francisco
eCalifornia
Igama layo ngumxube wamagama amabini, elithi
wiki
, igama laseHawai elimele 'ukukhawuleza'  kunye nelithi and
encyclopedia.
Because the word was made by combining parts of those words, it is a
portmanteau
It was started on January 10, 2001 by
Jimmy Wales
and
Larry Sanger
as part of an earlier
Internet
encyclopedia named
Nupedia
. On January 15, 2001, Wikipedia became a separate
website
of its own. It is a
wiki
that runs using the
software
MediaWiki
(like all other
Wikimedia
projects).
History
tshintsha
Yenza izilungiso kokubhaliweyo
I-Wikipedia yakhelwa komnye umsebenzi wokuqokolelwa kwamagama, i
Nupedia
I-Wikipedia yaqala njengomsebenzi ozalana nowe
Nupedia
. I-Nupedia kwakuyiwas a free online
English-language
encyclopedia project. Nupedia's articles were written and owned by
Bomis, Inc
which is a
web portal
company. The main people of the company were
Jimmy Wales
the guy in charge
of Bomis, and
Larry Sanger
, the
editor-in-chief
for Nupedia. Nupedia was first licensed under the Nupedia Open Content License which was changed to the
GNU Free Documentation License
before Wikipedia was founded when
Richard Stallman
requested them.
ULarry Sanger noJimmy Wales ngabona bantu baqala iWikipedia.
U-Wales unconywa kakhulu ngokuchaza iinjongo zalo msebenzi,
U-Sanger yena wenza izicwangciso ezijongene nemakwenziwe kusetyenziswa i
wiki
ukuze kuphuhliswe iinjongo zikaWales'.
Ngenyanga yomQungu, kumhla we-10, ngo-2001,
U-Larry Sanger
wenza isicelo kuludwe leembalelwano zomsebenzi weNupedia ukuze enze iwiki ibe yiyo eyenza umsebenzi njengo
''mondli''
owondla iNupedia.
I-Wikipedia yathi yabekwa ngokusesikweni kweyomQungu ngomhla we-15, ngo2001. Yabekwa njengombhalo wolwimi lwesiNgesi kwi-www.wikipedia.com,
yaza yapapashwa nguSanger kuludwe lwembalelwano olukwiNupedia.
Umthetho weWikipedia othi "ukujonga ngolunye uhlobo"
10
wathi waphawulwa kwakunyanga zawo zokuqala, kwaye wawufana nqwa nalowo wangaphambili weNupedia umthetho
''owawungenamkhethe''
. Ngapha koko, kwakungekho mithetho mininzi ekuqaleni kwaye iWikipedia yayisebenza ingaxhomekekanga kwiNupedia.
I-Wikipedia yafumana amaxhasi bayo bokuqala kwiNupedia,
i-Slashdot
, nakwiijini zokusetsha okanye zokukhangela.  Yaakhula ke de yanamaphepha amalunga nama-20, 000, kwiilimi ezili-18 xa kuphela umnyaka wama-2001. Kwathi xa kanye umnya wama-2002 usiya ngasekupheleni, yabe sele ineelwimi ezingama-26, zaza zanga-46 xa kuphela umnyaka wama-2003, zaza zabe zili-161 iilwimi xa kanye kuphela umnyaka wama-2004.
11
I-Nupedia neWikipedia zahlala zikho de zemiswa iinkonzo zeNupedia  ngomnyaka wama-2003. Emva koku, imibhalo yayo yadityaniswa kweyeWikipedia. I-Wikipedia yesiNgesi yaba sele inamaphepha angaphaya kwezigidi ezi-2 million  ngomhla we-9 kwinyanga yomSintsi ngomnyaka wama-2007, loo nto yenza okokuba le ibe ngowona mqulu mkhulu wamagama awakha aqokolelwa ezimbalini, esogqitha nawengqokolela yezinto ezikhoyo nezaziwayo kwi
Yongle Encyclopedia
(1407), neyayibambe iintambo iminyaka engama- 600.
12
I-Wikipedia yesiNgesi sele ibhale amaphepha azizigidi ezi-3 ngenyanga yeThupha kunya wama-2009. Inani lamaphepha kunye nabo bafaka isandla ekubhaleni laa maphepha labonakala lisehla ngokukhawuleza  yomnyaka wama-2007.
13
Kwinyanga yeDwarha ngo2014, isakhiwo sesikhumbuzo se
Wikipedia satyhilwa phambi koluntu lonke luphela sityhilelwa e
Poland
kunikwa imbeko kusenziwa nombulelo kwabo bathe bafaka isandla kwiWikipedia.
Igqiba unyaka we-10 ikho
tshintsha
Yenza izilungiso kokubhaliweyo
umbhalo oluphawu lokupapasha owasetyenziswa kwiwikipedia yesiNgesi ngomhla we-15 kweyomQungu ngo-2011
Ngomhla we-
15
, kweyomQungu ngo-
2011
, iWikipedia yabanengxikela yetheko kuvuyiswana nayo ngokugqiba iminyaka eli-10 ikho. Isebenzisa umbhalo oluphawu lokupapasha  (obonakalisa)  ukuvuyisana nokugqiba kwayo iminyaka eli-10 okoko ayathi yavulwa nomhla we-15 kweyomQungu ngo2001,  kwaye lo mbhalo uluphawu lokupapasha wasetyenziswa imini yonke kwindawo elicala lewikipedia yesiNgesi.
Amaphepha anxulumene nala
tshintsha
Yenza izilungiso kokubhaliweyo
Izalathiso
tshintsha
Yenza izilungiso kokubhaliweyo
Andreas Kaplan, Haenlein Michael (2014) Collaborative projects (social media application): About Wikipedia, the free encyclopedia.
Richard M. Stallman
(2007-06-20)
"The Free Encyclopedia Project"
Free Software Foundation
retrieved 2008-01-04
Jonathan Sidener (2004-12-06)
"Everyone's Encyclopedia"
The San Diego Union-Tribune
retrieved 2006-10-15
Meyers, Peter (2001-09-20)
"Fact-Driven? Collegial? This Site Wants You"
New York Times
(The New York Times Company)
retrieved 2007-11-22
'I can start an article that will consist of one paragraph, and then a real expert will come along and add three paragraphs and clean up my one paragraph,' said Larry Sanger of Las Vegas, who founded Wikipedia with Mr. Wales."
Sanger, Larry (April 18, 2005)
"The Early History of Nupedia and Wikipedia: A Memoir"
Slashdot
retrieved 2008-12-26
Sanger, Larry (January 17, 2001)
"Wikipedia Is Up!"
Internet Archive archived from
the original
on 2001-05-06
retrieved 2008-12-26
"Wikipedia-l: LinkBacks?"
retrieved 2007-02-20
Sanger, Larry (2001-01-10)
"Let's Make a Wiki"
Internet Archive
archived
from the original on 2003-04-14
retrieved 2008-12-26
"Wikipedia: HomePage"
archived
from the original on 2001-03-31
retrieved 2001-03-31
Wikipedia:Neutral point of view
, Wikipedia (January 21, 2007)
"Multilingual statistics"
Wikipedia
March 30, 2005
retrieved 2008-12-26
iThemplethi:Cite encyclopedia
Bobbie Johnson
"Wikipedia approaches its limits"
uthathwe kwi-
Iwikipedia
Faka isihloko